Eyonqulo 10:17 Ibhayibhile (XHO96)

watsho wathi kuElazare noItamare: “Kutheni ningayityelanga kule ndawo ikhethekileyo nje inyama yedini lokucamagusha? Kaloku yinyama engaphumiyo; niyinikwa nguNdikhoyo ukuze nicamagushele ibandla.

Eyonqulo 10

Eyonqulo 10:9-18