Eyonqulo 1:4 Ibhayibhile (XHO96)

Loo mntu ke uya kubeka isandla sakhe entloko kuloo nkomo, yaye ke iya kwamkeleka ibe lidini lokumcamagushela.

Eyonqulo 1

Eyonqulo 1:1-14