Eyonqulo 1:2 Ibhayibhile (XHO96)

makathethe namaSirayeli athi: “Xa umntu esenza umnikelo kuNdikhoyo makawenze ngento efuyiweyo, nokuba yinkomo, nokuba yimpahla emfutshane.

Eyonqulo 1

Eyonqulo 1:1-12