Eyeziqalo 8:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa alizanga lifumane ndawo yakuhlala ihobe, laza labuyela kuye enqanaweni, kuba umhlaba wawusagqunywe ngamanzi. Wolula isandla uNowa, walibamba, walingenisa enqanaweni.

Eyeziqalo 8

Eyeziqalo 8:1-18