Eyeziqalo 8:20 Ibhayibhile (XHO96)

Wenza iqonga lamadini *kaNdikhoyo uNowa. Wathatha isilwanyana ngasinye nentaka nganye, kwezo zodidi olutyiwayo, wazinikela zangumbingelelo phezu kwelo qonga.

Eyeziqalo 8

Eyeziqalo 8:12-22