Eyeziqalo 8:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kuthe ke xa uNowa wayemakhulu mathandathu ananye ubudala, ngomhla wokuqala kwinyanga yokuqala, aba seletshonile amanzi emhlabeni. Wawuvula umnyango wenqanawa uNowa, wakhangela ngaphandle macal' onke, wawubona umhlaba womile.

Eyeziqalo 8

Eyeziqalo 8:3-22