Eyeziqalo 6:7 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi: “Ndiza kubacima kuphele, bangabikho konke emhlabeni abantu endibadalileyo. Nditsho nkqu neenyamakazi, neentaka, kuba ndiyazisola ngento endabadalela yona.”

Eyeziqalo 6

Eyeziqalo 6:1-14