Eyeziqalo 50:5 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi maze bathi kukumkani: “Xa wayeza kubhubha ubawo wayalela mna Josefu, endifungisa ukuba maze ndimngcwabe kwingcwaba awazilungiselela lona eKanana.” Wathi makancede ke ukumkani amvumele aye kungcwaba uyise, uya kubuya abuye.

Eyeziqalo 50

Eyeziqalo 50:1-13