Eyeziqalo 50:16-17 Ibhayibhile (XHO96)

Bathumela isigidimi ke kuJosefu ukuba sise umlomo othi: “Ubawo wathi ze sithi kuwe, Josefu, uze usixolele ngesenzo esakwenza sona. Sixolele ke ngoko, thina zicaka zikaThixo kabawo.”Zehla iinyembezi kuJosefu akuwuva loo mlomo.

Eyeziqalo 50

Eyeziqalo 50:8-25