Eyeziqalo 50:13 Ibhayibhile (XHO96)

Bawuthwala umzimba wakhe, bawusa eKanana, bafika bawungcwaba kumqolomba owawuseMakapela, ngasempuma yeMamre, kulaa mhlaba uAbraham wawuthenga kuEfron umHeti, ube yindawo yokungcwabela.

Eyeziqalo 50

Eyeziqalo 50:5-21