Eyeziqalo 5:30-32 Ibhayibhile (XHO96)

30. ULameki wahlala amakhulu amahlanu anamashumi asithoba anesihlanu emva koko. Wazala nabanye abantwana.

31. Ubhubhe emakhulu asixhenxe mashumi asixhenxe anesixhenxe ubudala.

32. Akuba makhulu mahlanu eminyaka uNowa wazala oonyana babathathu; yayinguShem, noHam, noYafete.

Eyeziqalo 5