Eyeziqalo 48:21 Ibhayibhile (XHO96)

Wandula wathi kuJosefu uSirayeli: “Uyabona ke, mna sendiza kufa, kodwa uThixo uza kuba nani, anibuyisele kwilizwe lookhokho.

Eyeziqalo 48

Eyeziqalo 48:19-22