Eyeziqalo 48:15 Ibhayibhile (XHO96)

Wandula ke uSirayeli ukumthamsanqelisa uJosefu wenjenje:“Makawathamsanqelise la makhwenkwe uThixo ka-Abraham noIsake.UThixo ondaluse kwada kwayile mini, makawathamsanqelise.

Eyeziqalo 48

Eyeziqalo 48:13-20