Eyeziqalo 48:11 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe uYakobi kuJosefu: “Bendingasatsho ukuba ndingabuya ndikubone, kodwa uThixo wenze ukuba ndibone nabantwana bakho.”

Eyeziqalo 48

Eyeziqalo 48:10-19