Eyeziqalo 47:29 Ibhayibhile (XHO96)

Kuthe xa seleza kubhubha, uSirayeli wabiza uJosefu unyana wakhe, wathi kuye: “Ukuba uyandithanda beka isandla sakho phantsi kwethanga lam ufunge ukuba akusayi kundingcwabela eJiputa.

Eyeziqalo 47

Eyeziqalo 47:26-31