Eyeziqalo 47:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ngumhlaba wababingeleli kuphela angazange awuthenge. Bona kwakungekho mfuneko yokuba bawuthengise owabo umhlaba, kuba babefumana inkxaso eyaneleyo ngokommiselo kakumkani.

Eyeziqalo 47

Eyeziqalo 47:21-25