Eyeziqalo 47:20 Ibhayibhile (XHO96)

UJosefu wawathenga ke onke amasimi aseJiputa aba ngakakumkani. UmJiputa wonke wathengisa ngentsimi yakhe ngenxa yendlala, aba ke ngakakumkani onke loo masimi abo.

Eyeziqalo 47

Eyeziqalo 47:16-25