Eyeziqalo 46:5 Ibhayibhile (XHO96)

Wanduluka eBheshebha uYakobi. Yena, nabantwana boonyana bakhe, kunye nabafazi babo, babekhwele kwiinqwelo ezazithunyelwe ngukumkani waseJiputa.

Eyeziqalo 46

Eyeziqalo 46:1-9