Eyeziqalo 44:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangentseni wabakhulula abantakwabo, bangena endleleni egodukayo, beqhuba iidonki zabo.

Eyeziqalo 44

Eyeziqalo 44:1-7