Eyeziqalo 44:12 Ibhayibhile (XHO96)

Sakhangelisisa isicaka sikaJosefu, siqala komkhlu sada saya kutsho koyena mncinane. Loo ndebe yafunyanwa engxoweni kaBhenjamin.

Eyeziqalo 44

Eyeziqalo 44:3-14