Eyeziqalo 43:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba kukho nto yenzeka kuyo woyibuza apha kum. Ukuba andibuyanga nayo isaphila, ndiya kuthwala ityala bonke ubomi bam.

Eyeziqalo 43

Eyeziqalo 43:4-13