Eyeziqalo 43:32 Ibhayibhile (XHO96)

Wayetyela etafileni yakhe yedwa, bona abantakwabo bekweyabo bodwa. NamaJiputa awayelapho ayesitya odwa, kuba kwakungekho sikweni ukutya kunye namaHebhere.

Eyeziqalo 43

Eyeziqalo 43:30-34