Eyeziqalo 43:25-27 Ibhayibhile (XHO96)

25. Balungiselela ukunika uJosefu izipho ukufika kwakhe ngexesha lesidlo sasemini, kuba babesebexelelwe ukuba uza kutya kunye nabo.

26. Akufika basa kuye izipho, bakhahlela, bawa ngobuso emhlabeni.

27. Wababuza impilo, waza wathi: “Linjani na ixhego uyihlo enanindixelele ngaye? Usaphila na?”

Eyeziqalo 43