Eyeziqalo 43:24 Ibhayibhile (XHO96)

Sabangenisa endlwini kaJosefu isicaka. Sabanika amanzi, bahlamba iinyawo. Sapha needonki zabo into etyiwayo.

Eyeziqalo 43

Eyeziqalo 43:17-27