Eyeziqalo 42:7 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi akubabona abantakwabo uJosefu, wabanakana kwangoko, kodwa wazenza ongabaziyo. Wababuza rhabaxa wathi: “Nivela phi?”Bona bathi: “Sivela eKanana. Size kuthenga ukutya.”

Eyeziqalo 42

Eyeziqalo 42:4-17