Eyeziqalo 42:16 Ibhayibhile (XHO96)

Omnye wenu uza kuya kumphuthuma. Bonke abanye aba baza kuvalelwa elugcinweni, kude kuvele inyaniso yale nto niyithethayo. Ndifung' ukumkani, mna ndithi niziimpimpi nina.”

Eyeziqalo 42

Eyeziqalo 42:8-19