Eyeziqalo 42:13 Ibhayibhile (XHO96)

Bathe bona: “Mhlekazi, thina kutata singamadoda alishumi linambini. Simi kwilizwe laseKanana. Omnye umntakwethu akasekho; untondo yena usele nexhego ekhaya.”

Eyeziqalo 42

Eyeziqalo 42:11-20