Eyeziqalo 41:43 Ibhayibhile (XHO96)

Wamnika enye yeenqwelo zakhe ukuba ajikeleze ngayo njengesekela likakumkani. Wamnika namaphakathi okuhamba emgabulela izigcawu endleleni esithi: “Shenxani nikhahlele!” Wamiselwa ke uJosefu, waba ngumphathiswa waseJiputa.

Eyeziqalo 41

Eyeziqalo 41:37-45-46