Eyeziqalo 4:18 Ibhayibhile (XHO96)

UInoki wazala unyana, wathi igama lakhe nguHiradi. Yena uHiradi wazala uMehuyali; uMehuyali wazala uMethusali; uMethusali yena wazala uLameki.

Eyeziqalo 4

Eyeziqalo 4:8-26