Eyeziqalo 4:1 Ibhayibhile (XHO96)

UAdam wadibana nomkakhe uEfa, waza wakhulelwa. Wazala umntwana oyinkwenkwe, waza wathi: “Ndifumene inkwenkwe ngoncedo *lukaNdikhoyo.” Wamthiya igama ke, wathi nguKayen.

Eyeziqalo 4

Eyeziqalo 4:1-4