Eyeziqalo 39:12 Ibhayibhile (XHO96)

Umka-Potifare wambamba, emtsala ngengubo, wathi: “Yiza kaloku!” Kodwa waphuncula uJosefu, wabalekela ngaphandle, washiya loo ngubo yakhe eyiphethe ngesandla loo mfazi.

Eyeziqalo 39

Eyeziqalo 39:4-13