Eyeziqalo 38:9 Ibhayibhile (XHO96)

UOnan, esazi ukuba wayengazi kuzizalela abo bantwana, wathi rhoqo ukumane eyichithela phantsi imbewu yakhe ngalo lonke ixesha adibana noTamare, khon' ukuze angathathi, angamzaleli bantwana umkhuluwa wakhe.

Eyeziqalo 38

Eyeziqalo 38:6-13