Eyeziqalo 38:29 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa sabuya satshona isandla, kwaza kwavela elinye iwele kuqala. Wathi ke loo mfazi: “Wenjenje kanti ukuzivulela indlela!” Kwathiwa ke igama lalo nguPerezi.

Eyeziqalo 38

Eyeziqalo 38:24-30