Eyeziqalo 38:24 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kweenyanga ezintathu waxelelwa uJuda kwathiwa: “UTamare umolokazana wakho ubeziphethe kakubi, ngoku ke umithi.”UJuda wathi: “Mkhupheleni ngaphandle, atshiswe ngomlilo ade afe.”

Eyeziqalo 38

Eyeziqalo 38:21-30