Eyeziqalo 38:20 Ibhayibhile (XHO96)

UJuda wathumela uHira ugxa wakhe ukuba ase elo takane, aze athathe ezo zinto wayebambise ngazo kuloo mfazi. Kodwa akazange amfumane loo mfazi uHira.

Eyeziqalo 38

Eyeziqalo 38:19-23