Eyeziqalo 38:16 Ibhayibhile (XHO96)

Wawela indlela, waya kuye, wafika wathi: “Khawutsho, ufuna ndikunike ntoni?” Esitsho nje wayengaqondi ukuba ubhekisa kumolokazana wakhe.UTamare ke waphendula wathi: “Yintoni ongandinika yona wena?”

Eyeziqalo 38

Eyeziqalo 38:11-26