Eyeziqalo 38:14 Ibhayibhile (XHO96)

UTamare wazikhulula iimpahla zokuzila awayezinxibile, wafihla nobuso bakhe ngesigqubuthelo, waza wahlala phantsi ngasesangweni lase-Enayim, eyayiyidolophu esendleleni eya eTimna. Wayesazi ukuba uShela unyana omncinci kaJuda wayeselekhulile, kodwa yena Tamare wayengekanikezelwa kuye.

Eyeziqalo 38

Eyeziqalo 38:11-15