Eyeziqalo 38:12 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kwethuba umka-Juda intombi kaShuwa wabhubha. Akuba ephumile ehlathini uJuda, wahamba nogxa wakhe uHira waseAdulam, baya eTimna, apho kwakuchetywa khona iigusha zakhe.

Eyeziqalo 38

Eyeziqalo 38:8-15