Eyeziqalo 37:9 Ibhayibhile (XHO96)

Uphinde wanelinye iphupha uJosefu, wabuya wabalawulela abantakwabo, esithi: “Kweli iphupha ndibone ilanga, nenyanga, neenkwenkwezi ezilishumi elinanye, zikhahlela kum.”

Eyeziqalo 37

Eyeziqalo 37:7-12