Eyeziqalo 37:35 Ibhayibhile (XHO96)

Beza kumthuthuzela bonke oonyana neentombi zakhe, kodwa wala, akavuma ukuthuthuzeleka. Uthe kubo: “Ndiya kude ndife ndisamzilele umntwana wam.” Wazila rhoqo ke, ezilela unyana wakhe uJosefu.

Eyeziqalo 37

Eyeziqalo 37:31-36