Eyeziqalo 37:17 Ibhayibhile (XHO96)

“Sebemkile,” itshilo loo ndoda. “Ndibavele besithi baza kuya eDotan.” Wenjenjeya ke uJosefu ukulandela abantakwabo, wada waya kugaleleka eDotan, apho wafika bekhona.

Eyeziqalo 37

Eyeziqalo 37:16-18