Eyeziqalo 36:6 Ibhayibhile (XHO96)

UEsawu wathatha abafazi bakhe, noonyana bakhe, iintombi zakhe, nabo bonke abantu bakhe, kunye nemfuyo yakhe, nayo yonke impahla awayifumana kwilizwe laseKanana, wemka wamshiya umntakwabo uYakobi.

Eyeziqalo 36

Eyeziqalo 36:1-9