Eyeziqalo 36:17 Ibhayibhile (XHO96)

URuweli, unyana kaEsawu, yena nguyise-mkhulu wezi zizwe: amaNahati, amaZera, amaShama, namaMiza. Bonke aba ngabomlibo kaBhasemati umka-Esawu.

Eyeziqalo 36

Eyeziqalo 36:4-18