Eyeziqalo 36:1-10-13 Ibhayibhile (XHO96)

1. Nanga amagqabantshintshi ngoEsawu okwanguEdom.

10-13. Umka-Esawu, uAda, wazala unyana uElifazi. UElifazi yena wazala uTeman, no-Omare, uZefo, uGatam, noKenazi. Omnye umfazi kaElifazi, uTimna, wazala uAmaleki.UBhasemati, umka-Esawu, yena wazala uRuweli. Yena uRuweli wazala uNahati, uZera, uShama, kunye noMiza.

Eyeziqalo 36