Eyeziqalo 35:8 Ibhayibhile (XHO96)

UDibhora impelesi kaRakeli, wabhubhela khona apho, wafihlelwa phantsi komthi wom-oki owawusezantsi kweBhetele. Kwathiwa ke loo ndawo nguM-oki weeNyembezi.

Eyeziqalo 35

Eyeziqalo 35:4-18