Eyeziqalo 35:16 Ibhayibhile (XHO96)

Wafuduka uYakobi nentsapho yakhe eBhetele. Kwathi xa babekude kufuphi ne-Efrata, kwabonakala ukuba lifikile ixesha lokuba uRakeli abeleke. Kwaba nzima kakhulu.

Eyeziqalo 35

Eyeziqalo 35:8-26