Eyeziqalo 35:14 Ibhayibhile (XHO96)

Apho kanye kuloo ndawo uThixo wayethetha kuyo noYakobi, wemisa ilitye uYakobi, walinikela kuThixo ngokuligalela iwayini namafutha.

Eyeziqalo 35

Eyeziqalo 35:9-15