Eyeziqalo 35:10 Ibhayibhile (XHO96)

Wenjenje ukuthetha uThixo: “Kuthiwa igama lakho unguYakobi, kodwa ukususela ngoku kuya kuthiwa unguSirayeli.” Kwaba ke njalo uThixo umthiya igama elinguSirayeli.

Eyeziqalo 35

Eyeziqalo 35:4-15