Eyeziqalo 34:22 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa abaya bantu bathi bohlala phakathi kwethu, sibe ngabantu abanye, ngaphantsi komqathango omnye: lo wokuba onke amadoda aluke, afane nabo.

Eyeziqalo 34

Eyeziqalo 34:12-31