Eyeziqalo 33:5 Ibhayibhile (XHO96)

Akusinga-singa uEsawu, wabona abo bafazi nabo bantwana, wabuza wathi: “Ngoobani aba uhamba nabo?”“Mhlekazi, ngabantwana endibaphiwe nguThixo,” utshilo uYakobi.

Eyeziqalo 33

Eyeziqalo 33:2-7